LYRICS: Lloyiso – Dream About You


Lloyiso – Dream About You Lyrics. 

Lloyiso Dream About You Lyrics.

(Intro)

Hmmm yeah yeah yeah…

Hmmmm

Yiiiiiiiii yeah yeah yeah

Hmmm

 

(Verse 1)

I had a dream about you

You were right in front of me

In a white dress starring at my eyes

I’m hooked to your smile I can’t deny it

I can’t believe I’m crying

But I see this is true you’re the one for me

My heart is beating fast to the rhythm of your soul

 

(Pre-chorus)

Andikwazi nokuzibamba

Intliziyo iyavuya

Thath‘isandla sam

Ohhh ohhh

 

(Chorus)

Ndizinikela kuwe baby

Ndiyathembis’ukuthi

Angeke ndikushiye

Ndikushiye

Ndizinikela kuwe baby

Ndiyathembis’ukuthi

Angeke ndikushiye

Ndikushiye

 

(Verse 2)

Umama wandiyala

Umama wandiyala

Wathi ubomi bobakho

You don’t have to listen to the nay sayers

Just listen to your heart boy

Hayi andina tloni

Wena ungowami

Ndizo kuveza kwabantu

Ndikuniki’ntliziyo yam

Ndikunika isandla sam

 

(Pre-chorus)

Andikwazi nokuzibamba

Intliziyo iyavuya

Thath‘isandla sam

Ohhh ohhh

(Chorus)

Ndizinikela kuwe baby

Ndiyathembis’ukuthi

Angeke ndikushiye

Ndikushiye

Ndizinikela kuwe baby

Ndiyathembis’ukuthi

Angeke ndikushiye

Ndizinikela kuwe baby

Ndyathembis’ukuthi

Angeke ndikshiye

Ndikushiye

Ndizinikela kuwe baby

Ndyathembis’ukuthi

Angeke ndikshiye

 

(Bridge)

Andikwazi nokuzi bamba

Intliziyo iyavuya

Thathi ‘isandla sami


Like it? Share with your friends!

Share via